Isaya 7:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kuba intloko yeSiriya yiDamasko, nentloko yeDamasko nguRetsin; kwisithuba nje seminyaka engamashumi amathandathu anesihlanu uEfrayim uya kwaphulwa angabi sisizwana.+ Isaya 8:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 kuba phambi kokuba inkwenkwe leyo ikwazi ukumemeza ithi,+ ‘Tata!’ nokuthi ‘Mama!’ ubuncwane baseDamasko namaxhoba aseSamariya aya kuthwalelwa phambi kokumkani waseAsiriya.”+
8 Kuba intloko yeSiriya yiDamasko, nentloko yeDamasko nguRetsin; kwisithuba nje seminyaka engamashumi amathandathu anesihlanu uEfrayim uya kwaphulwa angabi sisizwana.+
4 kuba phambi kokuba inkwenkwe leyo ikwazi ukumemeza ithi,+ ‘Tata!’ nokuthi ‘Mama!’ ubuncwane baseDamasko namaxhoba aseSamariya aya kuthwalelwa phambi kokumkani waseAsiriya.”+