Hezekile 47:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Yaza yahlabela mgama yathi kum: “La manzi aphuma aye kummandla wasempuma yaye amele ehle aye eArabha.+ Kwaye amele afike elwandle. Akuziswa elwandle,+ namanzi alo+ okunene ayaphiliswa.
8 Yaza yahlabela mgama yathi kum: “La manzi aphuma aye kummandla wasempuma yaye amele ehle aye eArabha.+ Kwaye amele afike elwandle. Akuziswa elwandle,+ namanzi alo+ okunene ayaphiliswa.