2 Samuweli 8:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Waza uDavide wazenzela igama akubuya ekuxabeleni amaEdom kwiNtlambo yeTyuwa+—ishumi elinesibhozo lamawaka.+ 1 Kronike 18:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ke yena uAbhishayi+ unyana kaZeruya,+ waxabela amaEdom kwiNtlambo yeTyuwa,+ ishumi elinesibhozo lamawaka. INdumiso 60:umbhalo osemantla INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele Kumalathisi okwiNyibiba yeSikhumbuzo. IMiktam. EkaDavide. Eyokufundisa.+ Xa wayesukuzana noAram-naharayim noAram-Tsobha, waza uYowabhi wabuya waza waxabela uEdom kwiNtlambo yeTyuwa, ishumi elinesibini lamawaka.+
13 Waza uDavide wazenzela igama akubuya ekuxabeleni amaEdom kwiNtlambo yeTyuwa+—ishumi elinesibhozo lamawaka.+
12 Ke yena uAbhishayi+ unyana kaZeruya,+ waxabela amaEdom kwiNtlambo yeTyuwa,+ ishumi elinesibhozo lamawaka.
Kumalathisi okwiNyibiba yeSikhumbuzo. IMiktam. EkaDavide. Eyokufundisa.+ Xa wayesukuzana noAram-naharayim noAram-Tsobha, waza uYowabhi wabuya waza waxabela uEdom kwiNtlambo yeTyuwa, ishumi elinesibini lamawaka.+