21 Ngako oko wathumela abathunywa kuye, esithi: “Ndinantoni na yakwenza nawe, kumkani wakwaYuda? Andizanga kulwa nawe namhlanje, kodwa ndilwa nenye indlu uThixo ngokwakhe uthe ndifanele ndibangele ukuphazamiseka. Yeka ukuze kulunge kuwe ngenxa kaThixo, okunye nam, yaye ungamenzi akonakalise.”+