2 Kronike 26:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ekugqibeleni u-Uziya walala kookhokho bakhe; ngoko bamngcwaba nookhokho bakhe, kodwa emhlabeni wokungcwaba ookumkani,+ kuba bathi: “Uneqhenqa.” Waza uYotham+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.
23 Ekugqibeleni u-Uziya walala kookhokho bakhe; ngoko bamngcwaba nookhokho bakhe, kodwa emhlabeni wokungcwaba ookumkani,+ kuba bathi: “Uneqhenqa.” Waza uYotham+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.