Hoseya 1:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 UYehova wahlabela mgama wathi kuye: “Mthiye igama elinguYizereli,+ kuba kulithuba elincinane ukuze ndiyiphendulise indlu kaYehu+ ngezenzo zophalazo-gazi zaseYizereli, ndize ndiyiyekise ulawulo lwasebukhosini indlu kaSirayeli.+ Amosi 7:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Neendawo eziphakamileyo zikaIsake+ ngokuqinisekileyo ziya kuba zeziphanzileyo, neengcwele+ zikaSirayeli ziya kuphanziswa;+ ndiza kuyivukela indlu kaYerobhoham ngekrele.”+
4 UYehova wahlabela mgama wathi kuye: “Mthiye igama elinguYizereli,+ kuba kulithuba elincinane ukuze ndiyiphendulise indlu kaYehu+ ngezenzo zophalazo-gazi zaseYizereli, ndize ndiyiyekise ulawulo lwasebukhosini indlu kaSirayeli.+
9 Neendawo eziphakamileyo zikaIsake+ ngokuqinisekileyo ziya kuba zeziphanzileyo, neengcwele+ zikaSirayeli ziya kuphanziswa;+ ndiza kuyivukela indlu kaYerobhoham ngekrele.”+