Amosi 5:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ningafuni iBheteli,+ ningezi naseGiligali,+ ningadluleli naseBher-shebha;+ ngenxa yokuba nakanjani na iGiligali iya kuya ekuthinjweni;+ ke yona iBheteli, iya kuba yinto engaqhelekanga.+ Amosi 8:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 abo bafunga ngokuba netyala kweSamariya,+ besithi: “Ephila nje uthixo wakho, wena Dan!”+ baze bathi, “Iphila nje indlela yaseBher-shebha!”+ Kwaye ngokuqinisekileyo baya kuwa, yaye abasayi kuvuka kwakhona.’”+
5 Ningafuni iBheteli,+ ningezi naseGiligali,+ ningadluleli naseBher-shebha;+ ngenxa yokuba nakanjani na iGiligali iya kuya ekuthinjweni;+ ke yona iBheteli, iya kuba yinto engaqhelekanga.+
14 abo bafunga ngokuba netyala kweSamariya,+ besithi: “Ephila nje uthixo wakho, wena Dan!”+ baze bathi, “Iphila nje indlela yaseBher-shebha!”+ Kwaye ngokuqinisekileyo baya kuwa, yaye abasayi kuvuka kwakhona.’”+