IMizekeliso 17:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kulunge ngakumbi ukuba umntu aqubisane nebhere ehluthwe amathole ayo+ kunokuqubisana nesiyatha ebudengeni baso.+ IMizekeliso 28:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Unjengengonyama ebhavumayo nebhere esukelayo umlawuli ongendawo kwisizwana esisweleyo.+ Hoseya 13:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ndiya kuqubisana naye njengebhere elahlekelwe ngamathole+ ayo yaye ndiya kusikrazula isivingco sentliziyo yakhe. Yaye ndiya kumqwengela apho njengengonyama;+ irhamncwa lasendle liya kumqwenga.+
12 Kulunge ngakumbi ukuba umntu aqubisane nebhere ehluthwe amathole ayo+ kunokuqubisana nesiyatha ebudengeni baso.+
8 Ndiya kuqubisana naye njengebhere elahlekelwe ngamathole+ ayo yaye ndiya kusikrazula isivingco sentliziyo yakhe. Yaye ndiya kumqwengela apho njengengonyama;+ irhamncwa lasendle liya kumqwenga.+