IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 22:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Waza ukumkani wathi kwiimbaleki+ zakhe ezazimi ngakuye: “Jikani nize nibabulale ababingeleli bakaYehova, ngenxa yokuba nesabo isandla sinoDavide nangenxa yokuba babesazi ukuba ungobalekayo baza abayityhilela indlebe yam!”+ Abakhonzi ke bakakumkani abazange bafune ukolula isandla sabo ukuze bahlasele ababingeleli bakaYehova.+

  • IMizekeliso 29:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Xa esiba maninzi amalungisa, abantu baba nemihlali;+ kodwa xa kulawula ongendawo, abantu bayancwina.+

  • Zefaniya 3:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Iinkosana zaso phakathi kwaso zaziziingonyama ezigqumayo.+ Abagwebi baso babeziingcuka zangokuhlwa ezingakrekrethanga mathambo kude kube kusasa.+

  • Mateyu 2:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Ngoko uHerode, ebona ukuba woyiswe ngobuqili ngabavumisi ngeenkwenkwezi, waba nomsindo omkhulu, waza wathumela ukuba kubulawe onke amakhwenkwe aseBhetelehem nakuzo zonke izithili zayo, ukususela kwiminyaka emibini ubudala nangaphantsi, ngokuvumelana nexesha awayeliqinisekise ngenyameko kubavumisi ngeenkwenkwezi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share