2 Kumkani 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Yaye wafa,+ ngokwelizwi+ likaYehova elalithethwe nguEliya; kwaye uYehoram+ walawula esikhundleni sakhe, kunyaka wesibini kaYehoram+ unyana kaYehoshafati ukumkani wakwaYuda, ngenxa yokuba wayengenanyana.
17 Yaye wafa,+ ngokwelizwi+ likaYehova elalithethwe nguEliya; kwaye uYehoram+ walawula esikhundleni sakhe, kunyaka wesibini kaYehoram+ unyana kaYehoshafati ukumkani wakwaYuda, ngenxa yokuba wayengenanyana.