2 Kronike 28:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ekugqibeleni uAhazi walala kookhokho bakhe, bamngcwabela kwisixeko saseYerusalem, kuba abamzisanga kwindawo yokungcwaba ookumkani bakwaSirayeli.+ Waza uHezekiya unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.
27 Ekugqibeleni uAhazi walala kookhokho bakhe, bamngcwabela kwisixeko saseYerusalem, kuba abamzisanga kwindawo yokungcwaba ookumkani bakwaSirayeli.+ Waza uHezekiya unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.