2 Kumkani 15:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ekugqibeleni uHosheya+ unyana kaElaha wenzela uPeka unyana kaRemaliya iyelenqe+ waza wamxabela+ wambulala; yaye walawula esikhundleni sakhe ngonyaka wamashumi amabini kaYotham+ unyana kaUziya.
30 Ekugqibeleni uHosheya+ unyana kaElaha wenzela uPeka unyana kaRemaliya iyelenqe+ waza wamxabela+ wambulala; yaye walawula esikhundleni sakhe ngonyaka wamashumi amabini kaYotham+ unyana kaUziya.