1 Samuweli 22:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Noko ke, unyana omnye ka-Ahimeleki unyana ka-Ahitubhi, ogama linguAbhiyatare,+ wasinda waza wabaleka wemka walandela uDavide. 1 Kumkani 2:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Koko ukumkani wambeka uBhenaya+ unyana kaYehoyada esikhundleni sakhe phezu komkhosi;+ yaye uTsadoki umbingeleli ukumkani wambeka esikhundleni sika-Abhiyatare.+
20 Noko ke, unyana omnye ka-Ahimeleki unyana ka-Ahitubhi, ogama linguAbhiyatare,+ wasinda waza wabaleka wemka walandela uDavide.
35 Koko ukumkani wambeka uBhenaya+ unyana kaYehoyada esikhundleni sakhe phezu komkhosi;+ yaye uTsadoki umbingeleli ukumkani wambeka esikhundleni sika-Abhiyatare.+