IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kronike 6:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Aba ngabo uDavide+ wabanika izikhundla zokwalathisa ukuvuma endlwini kaYehova emva kokuba iTyeya ibe nendawo yokuphumla.+

  • 1 Kronike 15:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 UDavide wayambethe isambatho esingenamikhono selaphu elicikizekileyo, nabo bonke abaLevi ababethwele iTyeya neemvumi noKenaniya+ intloko yokuthwala kweemvumi;+ kodwa phezu kukaDavide kwakukho iefodi+ yelinen.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share