2 Samuweli 6:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngoko bayingenisa ityetya kaYehova baza bayibeka endaweni yayo ngaphakathi ententeni uDavide awayeyimisele yona;+ emva koko uDavide wanikela imibingelelo etshiswayo+ nemibingelelo yobudlelane+ phambi koYehova. INdumiso 132:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “Yiyo le indawo yam yokuphumla ngonaphakade;+Ndiya kuhlala apha, kuba ndiyilangazelele.+
17 Ngoko bayingenisa ityetya kaYehova baza bayibeka endaweni yayo ngaphakathi ententeni uDavide awayeyimisele yona;+ emva koko uDavide wanikela imibingelelo etshiswayo+ nemibingelelo yobudlelane+ phambi koYehova.