1 Kronike 25:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Inani labo bebonke kunye nabantakwabo ababeqeqeshelwe ukuvuma iingoma kuYehova,+ beziingcali bonke,+ lalingamakhulu amabini anamashumi asibhozo anesibhozo. IMizekeliso 22:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Uyambona na umntu onobuchule emsebenzini wakhe? Uya kuma phambi kookumkani;+ akayi kuma phambi kwabantu abaqhelekileyo.
7 Inani labo bebonke kunye nabantakwabo ababeqeqeshelwe ukuvuma iingoma kuYehova,+ beziingcali bonke,+ lalingamakhulu amabini anamashumi asibhozo anesibhozo.
29 Uyambona na umntu onobuchule emsebenzini wakhe? Uya kuma phambi kookumkani;+ akayi kuma phambi kwabantu abaqhelekileyo.