IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 16:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Omnye ke kubalindi waphendula waza wathi: “Khangela! Ndiyibonile indlela unyana kaYese waseBhetelehem anobuchule ngayo ekudlaleni,+ yaye uyindoda elikroti,+ enamandla nendoda yemfazwe+ nesithethi esinengqiqo+ nendoda emile kakuhle,+ yaye uYehova unaye.”+

  • 2 Samuweli 16:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Icebo lika-Ahitofele, awayecebisa ngalo ngaloo mihla, lalinjengaxa kanye umntu ebuze ilizwi kuTHIXO wenyaniso. Lalinjalo lonke icebo+ lika-Ahitofele+ kokubini kuDavide nakuAbhisalom.

  • 1 Kumkani 7:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Wayengunyana womfazi ongumhlolokazi wesizwe sakwaNafetali, kwaye uyise wayeyindoda yaseTire,+ esebenza ngobhedu;+ yaye wayezele bubulumko nokuqonda+ ekwazi nokwenza lonke uhlobo lomsebenzi wobhedu. Ngako oko weza kuKumkani uSolomon waza waqalisa ukwenza wonke umsebenzi wakhe.

  • Daniyeli 1:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Wathi akuthetha nabo ukumkani, wafumanisa ukuba akukho namnye kubo owayekumgangatho kaDaniyeli, uHananiya, uMishayeli noAzariya;+ baza bona baqhubeka besima phambi kokumkani.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share