2 Samuweli 6:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kwathi ke yakufika ityeya kaYehova kwisiXeko sikaDavide, uMikali,+ intombi kaSawule, wakhangela phantsi ngefestile waza wabona uKumkani uDavide exhumaxhuma yaye engqungqa phambi koYehova; yaye wamdelela+ entliziyweni yakhe.+ IMizekeliso 11:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Oswele intliziyo uyalidelela idlelane lakhe,+ kodwa umntu onokuqonda okuphangaleleyo uthi cwaka.+
16 Kwathi ke yakufika ityeya kaYehova kwisiXeko sikaDavide, uMikali,+ intombi kaSawule, wakhangela phantsi ngefestile waza wabona uKumkani uDavide exhumaxhuma yaye engqungqa phambi koYehova; yaye wamdelela+ entliziyweni yakhe.+