1 Kronike 15:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Kwathi ke, yakufika ityeya yomnqophiso+ kaYehova kwisiXeko sikaDavide, uMikali,+ intombi kaSawule, wakhangela phantsi ngefestile waza wabona uKumkani uDavide edloba ebhiyoza;+ yaye wamdelela+ entliziyweni yakhe.
29 Kwathi ke, yakufika ityeya yomnqophiso+ kaYehova kwisiXeko sikaDavide, uMikali,+ intombi kaSawule, wakhangela phantsi ngefestile waza wabona uKumkani uDavide edloba ebhiyoza;+ yaye wamdelela+ entliziyweni yakhe.