1 Kronike 15:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngoko uDavide wathi kwiintloko zabaLevi mazimise abazalwana bazo abaziimvumi+ nezixhobo zeengoma,+ imirhubhe+ neehadi+ namacangci,+ bazidlale ngokuvakalayo ukuze zenze isandi semihlali.
16 Ngoko uDavide wathi kwiintloko zabaLevi mazimise abazalwana bazo abaziimvumi+ nezixhobo zeengoma,+ imirhubhe+ neehadi+ namacangci,+ bazidlale ngokuvakalayo ukuze zenze isandi semihlali.