IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Ezra 3:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Yaye basabela ngokudumisa+ nokubulela kuYehova, “kuba ulungile,+ kuba ububele bakhe bothando kuSirayeli bobexesha elingenammiselo.”+ Bonke ke abantu, bakhwaza kakhulu+ bedumisa uYehova ekubekweni kwesiseko sendlu kaYehova.

  • INdumiso 86:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Kodwa wena, Yehova, unguThixo onenceba nobabalo,+

      Ozeka kade umsindo+ nonobubele bothando obuninzi nenyaniso.+

  • INdumiso 103:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Kodwa ububele bothando bukaYehova bususela kwixesha elingenammiselo bude buse kwixesha elingenammiselo+

      Kwabo bamoyikayo,+

      Nobulungisa bakhe koonyana boonyana,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share