Eksodus 15:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Wawaphendula uMiriyam amadoda wathi:+ “Mvumeleni uYehova,+ kuba uphakame kakhulu.+Ihashe nomkhweli walo uliphose elwandle.”+ Nehemiya 12:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Yaye iintloko zabaLevi yayinguHashabhiya, uSherebhiya+ noYeshuwa unyana kaKademiyeli+ nabazalwana babo malunga nabo ukuze banikele indumiso nemibulelo ngokwemiyalelo+ kaDavide umntu kaTHIXO oyinyaniso, iqela labalindi limalunga neqela labalindi.
21 Wawaphendula uMiriyam amadoda wathi:+ “Mvumeleni uYehova,+ kuba uphakame kakhulu.+Ihashe nomkhweli walo uliphose elwandle.”+
24 Yaye iintloko zabaLevi yayinguHashabhiya, uSherebhiya+ noYeshuwa unyana kaKademiyeli+ nabazalwana babo malunga nabo ukuze banikele indumiso nemibulelo ngokwemiyalelo+ kaDavide umntu kaTHIXO oyinyaniso, iqela labalindi limalunga neqela labalindi.