1 Kumkani 5:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yaye yabona ndicinga ukwakhela igama likaYehova uThixo wam indlu,+ kanye njengoko uYehova wathembisa uDavide ubawo, esithi, ‘Unyana wakho endiya kumbeka etroneni yakho esikhundleni sakho, nguye oya kulakhela indlu igama lam.’+ 1 Kronike 22:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Nguye oya kulakhela indlu igama lam,+ yena uya kuba ngunyana+ kum, yaye mna ndiya kuba nguyise+ kuye. Yaye ndiya kuyimisela ngokuqinileyo itrone yobukumkani+ bakhe kuSirayeli ukusa kwixesha elingenammiselo.’
5 Yaye yabona ndicinga ukwakhela igama likaYehova uThixo wam indlu,+ kanye njengoko uYehova wathembisa uDavide ubawo, esithi, ‘Unyana wakho endiya kumbeka etroneni yakho esikhundleni sakho, nguye oya kulakhela indlu igama lam.’+
10 Nguye oya kulakhela indlu igama lam,+ yena uya kuba ngunyana+ kum, yaye mna ndiya kuba nguyise+ kuye. Yaye ndiya kuyimisela ngokuqinileyo itrone yobukumkani+ bakhe kuSirayeli ukusa kwixesha elingenammiselo.’