2 Samuweli 7:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Mna ndiya kuba nguyise,+ yona ibe ngunyana wam.+ Xa ithe yenza ububi, ndiza kuyohlwaya ngentonga+ yabantu nangemivumbo yoonyana baka-Adam. Hebhere 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngokomzekelo, yiyiphi ingelosi awakha wathi kuyo: “Ungunyana wam; mna, namhlanje, ndibe nguyihlo”?+ Waza kwakhona wathi: “Mna ndiya kuba nguyise, yona ibe ngunyana wam”?+
14 Mna ndiya kuba nguyise,+ yona ibe ngunyana wam.+ Xa ithe yenza ububi, ndiza kuyohlwaya ngentonga+ yabantu nangemivumbo yoonyana baka-Adam.
5 Ngokomzekelo, yiyiphi ingelosi awakha wathi kuyo: “Ungunyana wam; mna, namhlanje, ndibe nguyihlo”?+ Waza kwakhona wathi: “Mna ndiya kuba nguyise, yona ibe ngunyana wam”?+