INdumiso 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Esithi: “Mna, ndimmisile ukumkani wam+EZiyon,+ intaba yam engcwele.”+ Daniyeli 2:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 “Ngemihla yabo kumkani+ uTHIXO wezulu+ uya kumisa ubukumkani+ obungenakuze bonakaliswe.+ Yaye obo bukumkani abuyi kudluliselwa kubo nabaphi na abanye abantu.+ Buya kuzityumza buziphelise zonke ezi zikumkani,+ buze bona bume ukusa kwixesha elingenammiselo;+ Yohane 1:49 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 49 UNathaniyeli wamphendula wathi: “Rabhi, unguye uNyana kaThixo,+ unguye uKumkani+ kaSirayeli.” 2 Petros 1:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Enyanisweni, ngaloo ndlela niya kubonelelwa ngokutyebileyo ngokungeniswa+ kubukumkani obungunaphakade+ beNkosi noMsindisi wethu uYesu Kristu.+
44 “Ngemihla yabo kumkani+ uTHIXO wezulu+ uya kumisa ubukumkani+ obungenakuze bonakaliswe.+ Yaye obo bukumkani abuyi kudluliselwa kubo nabaphi na abanye abantu.+ Buya kuzityumza buziphelise zonke ezi zikumkani,+ buze bona bume ukusa kwixesha elingenammiselo;+
11 Enyanisweni, ngaloo ndlela niya kubonelelwa ngokutyebileyo ngokungeniswa+ kubukumkani obungunaphakade+ beNkosi noMsindisi wethu uYesu Kristu.+