25 Ngokwenene baya kuhlala elizweni endalinika umkhonzi wam, uYakobi, elo ookhokho benu babehlala kulo,+ baya kuhlala ke okunene kulo,+ bona noonyana babo noonyana boonyana babo ukusa kwixesha elingenammiselo,+ noDavide umkhonzi wam uya kuba sisikhulu sabo ukusa kwixesha elingenammiselo.+