INdumiso 89:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Imbewu yakhe iya kubakho de kuse kwixesha elingenammiselo,+Netrone yakhe ibe njengelanga phambi kwam.+ Yeremiya 33:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 ngokunjalo nomnqophiso wam noDavide umkhonzi wam+ unokwaphulwa ukuze angabi nanyana wokulawula njengokumkani etroneni yakhe;+ kanjalo nangabaLevi, ababingeleli, abalungiseleli bam.+ Luka 1:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Yena uya kuba mkhulu,+ abizwe ngokuba nguNyana wOyena Uphakamileyo;+ yaye uYehova uThixo uya kumnika itrone+ kaDavide uyise,+ Hebhere 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kodwa ngokubhekisele kuNyana uthi: “UThixo uyitrone yakho ngonaphakade+ kanaphakade, nentonga yobukhosi yobukumkani+ bakho yintonga yobukhosi yokuthe tye.+ ISityhilelo 3:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Lowo woyisayo+ ndiza kumnika ukuba ahlale nam phantsi kwitrone yam,+ kwanjengoko nam ndoyisayo ndaza ndahlala phantsi+ noBawo kwitrone yakhe.+
36 Imbewu yakhe iya kubakho de kuse kwixesha elingenammiselo,+Netrone yakhe ibe njengelanga phambi kwam.+
21 ngokunjalo nomnqophiso wam noDavide umkhonzi wam+ unokwaphulwa ukuze angabi nanyana wokulawula njengokumkani etroneni yakhe;+ kanjalo nangabaLevi, ababingeleli, abalungiseleli bam.+
32 Yena uya kuba mkhulu,+ abizwe ngokuba nguNyana wOyena Uphakamileyo;+ yaye uYehova uThixo uya kumnika itrone+ kaDavide uyise,+
8 Kodwa ngokubhekisele kuNyana uthi: “UThixo uyitrone yakho ngonaphakade+ kanaphakade, nentonga yobukhosi yobukumkani+ bakho yintonga yobukhosi yokuthe tye.+
21 Lowo woyisayo+ ndiza kumnika ukuba ahlale nam phantsi kwitrone yam,+ kwanjengoko nam ndoyisayo ndaza ndahlala phantsi+ noBawo kwitrone yakhe.+