1 Samuweli 5:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngenxa yoko athumela ahlanganisela kuwo zonke iinkosi ezimanyeneyo zamaFilisti aza athi: “Senze ntoni na ngetyeya kaTHIXO kaSirayeli?” Ekugqibeleni athi: “Mayijike iye eGati+ ityeya kaTHIXO kaSirayeli.” Ngoko bayijika bayizisa apho ityeya kaTHIXO kaSirayeli. 1 Samuweli 27:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ekuhambeni kwexesha kwanikelwa ingxelo kuSawule yokuba uDavide wayebaleke wemka waya eGati, waza ke ngoko akaphinda aye kumfuna.+ 2 Samuweli 1:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Musani ukukuxela eGati;+Ningakwazisi ezitratweni zeAshkelon,+Ngokoyikela ukuba iintombi zamaFilisti zisenokuba nemihlali,Ngokoyikela ukuba iintombi zabantu abangalukanga zisenokugcoba.+
8 Ngenxa yoko athumela ahlanganisela kuwo zonke iinkosi ezimanyeneyo zamaFilisti aza athi: “Senze ntoni na ngetyeya kaTHIXO kaSirayeli?” Ekugqibeleni athi: “Mayijike iye eGati+ ityeya kaTHIXO kaSirayeli.” Ngoko bayijika bayizisa apho ityeya kaTHIXO kaSirayeli.
4 Ekuhambeni kwexesha kwanikelwa ingxelo kuSawule yokuba uDavide wayebaleke wemka waya eGati, waza ke ngoko akaphinda aye kumfuna.+
20 Musani ukukuxela eGati;+Ningakwazisi ezitratweni zeAshkelon,+Ngokoyikela ukuba iintombi zamaFilisti zisenokuba nemihlali,Ngokoyikela ukuba iintombi zabantu abangalukanga zisenokugcoba.+