1 Samuweli 23:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 UDavide wahlala entlango kwiindawo ekunzima ukuzifikelela, yaye waqhubeka ehlala kummandla weentaba kwintlango yeZifi.+ NoSawule wayesoloko emfuna,+ uThixo akamnikela esandleni sakhe.+ 1 Samuweli 26:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 USawule wathi kuDavide: “Ngamana ungasikelelwa wena, nyana wam Davide. Nakanjani na akuyi kusebenza ke kuphela kodwa nakanjani na uya kuphumelela.”+ Waza uDavide wahamba; ke yena uSawule, wabuyela endaweni yakhe.+
14 UDavide wahlala entlango kwiindawo ekunzima ukuzifikelela, yaye waqhubeka ehlala kummandla weentaba kwintlango yeZifi.+ NoSawule wayesoloko emfuna,+ uThixo akamnikela esandleni sakhe.+
25 USawule wathi kuDavide: “Ngamana ungasikelelwa wena, nyana wam Davide. Nakanjani na akuyi kusebenza ke kuphela kodwa nakanjani na uya kuphumelela.”+ Waza uDavide wahamba; ke yena uSawule, wabuyela endaweni yakhe.+