Genesis 25:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Waza wathi uYehova kuye: “Kukho iintlanga ezimbini esiswini sakho,+ kuya kwahlukana amaqela amabini eentlanga embilinini wakho;+ elinye iqela lohlanga liya komelela ngakumbi kunelinye iqela lohlanga,+ yaye elikhulu liya kukhonza elincinane.”+ Genesis 27:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Kwaye uya kuphila+ ngekrele lakho, umkhonze+ umninawa wakho. Kodwa wothi wakudlokova, uyaphule ngenene idyokhwe yakhe entanyeni yakho.”+
23 Waza wathi uYehova kuye: “Kukho iintlanga ezimbini esiswini sakho,+ kuya kwahlukana amaqela amabini eentlanga embilinini wakho;+ elinye iqela lohlanga liya komelela ngakumbi kunelinye iqela lohlanga,+ yaye elikhulu liya kukhonza elincinane.”+
40 Kwaye uya kuphila+ ngekrele lakho, umkhonze+ umninawa wakho. Kodwa wothi wakudlokova, uyaphule ngenene idyokhwe yakhe entanyeni yakho.”+