1 Samuweli 13:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kwaye wonke uSirayeli weva kuxelwa oku: “USawule uxabele ekampini yomkhosi wamaFilisti, ke ngoku uSirayeli unuka kakubi+ phakathi kwamaFilisti.” Ngoko babizelwa ndawonye bonke abantu ukuba balandele uSawule ukuya eGiligali.+
4 Kwaye wonke uSirayeli weva kuxelwa oku: “USawule uxabele ekampini yomkhosi wamaFilisti, ke ngoku uSirayeli unuka kakubi+ phakathi kwamaFilisti.” Ngoko babizelwa ndawonye bonke abantu ukuba balandele uSawule ukuya eGiligali.+