2 Samuweli 10:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kwathi emva koko wafa ukumkani woonyana baka-Amoni,+ waza uHanuni unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.+
10 Kwathi emva koko wafa ukumkani woonyana baka-Amoni,+ waza uHanuni unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.+