Eksodus 15:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngelo xesha ziya kuphazamiseka iinkosana zakwaEdom;Iingqwayingqwayi zakwaMowabhi, ziya kubanjwa kukungcangcazela.+Eneneni baya kutyhafa iintliziyo bonke abemi belakwaKanan.+
15 Ngelo xesha ziya kuphazamiseka iinkosana zakwaEdom;Iingqwayingqwayi zakwaMowabhi, ziya kubanjwa kukungcangcazela.+Eneneni baya kutyhafa iintliziyo bonke abemi belakwaKanan.+