3 Kodwa uYowabhi wathi kukumkani: “Ngamana uYehova uThixo wakho angongezelela ebantwini ngokuphindwe kalikhulu kubuninzi babo ngoxa wona kanye amehlo enkosi yam ukumkani ekubona oko. Kodwa ke yona inkosi yam ukumkani, kutheni na ukuze iyoliswe yile nto?”+