1 Kronike 27:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 UYowabhi+ unyana kaTseruya waqalisa ukubala, kodwa akagqiba;+ yaye ngenxa yoku wacaphuka+ uSirayeli, alaziswa inani engxelweni yemicimbi yemihla kaKumkani uDavide.
24 UYowabhi+ unyana kaTseruya waqalisa ukubala, kodwa akagqiba;+ yaye ngenxa yoku wacaphuka+ uSirayeli, alaziswa inani engxelweni yemicimbi yemihla kaKumkani uDavide.