2 Samuweli 24:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Wandula ke uYehova wathumela indyikitya yokufa+ kwaSirayeli ukususela kusasa kwada kwalixesha elimisiweyo, kangangokuba kwafa ebantwini ukususela kwaDan ukusa eBher-shebha+ amashumi asixhenxe amawaka abantu.+ 1 Kronike 21:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Le nto yaba mbi emehlweni oTHIXO oyinyaniso,+ waza wamxabela uSirayeli.
15 Wandula ke uYehova wathumela indyikitya yokufa+ kwaSirayeli ukususela kusasa kwada kwalixesha elimisiweyo, kangangokuba kwafa ebantwini ukususela kwaDan ukusa eBher-shebha+ amashumi asixhenxe amawaka abantu.+