2 Samuweli 24:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngoko wathi uDavide kuGadi: “Kundibandezela kakhulu oku. Masiwele esandleni sikaYehova,+ kuba zininzi iinceba zakhe;+ kodwa mandingaweli esandleni somntu.”+
14 Ngoko wathi uDavide kuGadi: “Kundibandezela kakhulu oku. Masiwele esandleni sikaYehova,+ kuba zininzi iinceba zakhe;+ kodwa mandingaweli esandleni somntu.”+