Eksodus 32:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Wazisola ke uYehova ngobubi awayethe uya kubenza ebantwini bakhe.+ Duteronomi 32:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Ngokuba uYehova uya kubagweba abantu bakhe+Azisole ngenxa yabakhonzi bakhe,+Xa ebona ukuba akusekho ubaxhasayoBasuke baba ziintw’ ezingeloncedo nezingento yanto.
36 Ngokuba uYehova uya kubagweba abantu bakhe+Azisole ngenxa yabakhonzi bakhe,+Xa ebona ukuba akusekho ubaxhasayoBasuke baba ziintw’ ezingeloncedo nezingento yanto.