1 Kumkani 9:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 oonyana babo ababesele emva elizweni, abo bangazange bakwazi ukubatshabalalisa oonyana bakaSirayeli,+ uSolomon waqhubeka ebabizela ukuba basetyenziswe ngokuqhutywa ngebhaxa kumsebenzi wobukhoboka de kube namhla.+ 2 Kronike 2:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Wandula uSolomon wababala bonke abantu ababengabaphambukeli, ababekwilizwe lakwaSirayeli,+ emva kokubalwa kwabo nguDavide uyise;+ kwafunyanwa ikhulu elinamashumi amahlanu anesithathu amawaka namakhulu amathandathu.
21 oonyana babo ababesele emva elizweni, abo bangazange bakwazi ukubatshabalalisa oonyana bakaSirayeli,+ uSolomon waqhubeka ebabizela ukuba basetyenziswe ngokuqhutywa ngebhaxa kumsebenzi wobukhoboka de kube namhla.+
17 Wandula uSolomon wababala bonke abantu ababengabaphambukeli, ababekwilizwe lakwaSirayeli,+ emva kokubalwa kwabo nguDavide uyise;+ kwafunyanwa ikhulu elinamashumi amahlanu anesithathu amawaka namakhulu amathandathu.