1 Kumkani 6:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ke yona indlu, ngoxa yayisakhiwa, yayiyeyamatye ekwari+ awayesele egqityiwe ekwakhiweni kwayo; ke zona izando namazembe okanye naziphi na izixhobo zentsimbi, azizange ziviwe endlwini+ ngoxa yayisakhiwa. 1 Kumkani 7:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Zonke ezi yayizezamatye exabiso+ elikhulu ngokwemilinganiselo, eqingqiwe, esarhwe ngeesarha zamatye, ngaphakathi nangaphandle, ukususela kwisiseko kuse kumqukumbelo wodonga, nangaphandle ukuya kufikelela kwintendelezo enkulu.+
7 Ke yona indlu, ngoxa yayisakhiwa, yayiyeyamatye ekwari+ awayesele egqityiwe ekwakhiweni kwayo; ke zona izando namazembe okanye naziphi na izixhobo zentsimbi, azizange ziviwe endlwini+ ngoxa yayisakhiwa.
9 Zonke ezi yayizezamatye exabiso+ elikhulu ngokwemilinganiselo, eqingqiwe, esarhwe ngeesarha zamatye, ngaphakathi nangaphandle, ukususela kwisiseko kuse kumqukumbelo wodonga, nangaphandle ukuya kufikelela kwintendelezo enkulu.+