1 Kumkani 5:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “Wena ngokwakho wazi kakuhle ukuba uDavide ubawo akazange akwazi ukulakhela indlu igama likaYehova uThixo wakhe ngenxa yemfazwe+ ababemngqonge ngayo, de uYehova wababeka phantsi kweentende zeenyawo zakhe.
3 “Wena ngokwakho wazi kakuhle ukuba uDavide ubawo akazange akwazi ukulakhela indlu igama likaYehova uThixo wakhe ngenxa yemfazwe+ ababemngqonge ngayo, de uYehova wababeka phantsi kweentende zeenyawo zakhe.