2 Samuweli 7:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “Hamba, uye kuthi kumkhonzi wam uDavide, ‘Utsho uYehova ukuthi: “Ngaba wena ufanele undakhele indlu yokuba ndihlale na?+ 1 Kronike 22:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kodwa kwafika ilizwi likaYehova nxamnye nam, lisithi, ‘Uphalaze igazi elininzi kakhulu,+ yaye ulwe iimfazwe ezinkulu kakhulu.+ Akusayi kulakhela indlu igama lam,+ kuba uphalaze igazi elininzi kakhulu emhlabeni phambi kwam. 2 Kronike 6:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kodwa uYehova wathi kuDavide ubawo, ‘Ngenxa yokuba bekusentliziyweni yakho ukwakhela igama lam indlu, wenze kakuhle, ngenxa yokuba kuye kwasentliziyweni yakho oko.+
5 “Hamba, uye kuthi kumkhonzi wam uDavide, ‘Utsho uYehova ukuthi: “Ngaba wena ufanele undakhele indlu yokuba ndihlale na?+
8 Kodwa kwafika ilizwi likaYehova nxamnye nam, lisithi, ‘Uphalaze igazi elininzi kakhulu,+ yaye ulwe iimfazwe ezinkulu kakhulu.+ Akusayi kulakhela indlu igama lam,+ kuba uphalaze igazi elininzi kakhulu emhlabeni phambi kwam.
8 Kodwa uYehova wathi kuDavide ubawo, ‘Ngenxa yokuba bekusentliziyweni yakho ukwakhela igama lam indlu, wenze kakuhle, ngenxa yokuba kuye kwasentliziyweni yakho oko.+