IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 26:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 “‘Ukuba nithe anandiphulaphula, phezu kwako nje oko, ndiya kukongeza ukunibetha kwam izihlandlo ezisixhenxe ngenxa yezono zenu.+

  • 1 Kumkani 8:46
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 46 “Ukuba kunokwenzeka bakone+ (kuba akukho mntu ungoniyo),+ yaye ube nomsindo kubo uze ubanikele elutshabeni, baze abathimbi babo babathabathe njengabathinjwa babase kwilizwe lotshaba elikufuphi okanye elikude;+

  • INdumiso 89:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Ukuba oonyana bakhe bayawushiya umthetho wam+

      Bangahambi ngezigwebo zam,+

  • INdumiso 89:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 Ndimele ndiphethulele ingqalelo yam ekunxaxheni kwabo ngentonga+

      Nakwisiphoso sabo ngemivumbo.+

  • Yeremiya 52:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Kuba ngenxa yomsindo kaYehova kwenzeka oko eYerusalem nakwaYuda, de wabasusa phambi kobuso bakhe.+ Yaye uZedekiya wamvukela ukumkani waseBhabhiloni.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share