1 Kronike 6:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Aba ngabo uDavide+ wabanika izikhundla zokwalathisa ukuvuma endlwini kaYehova emva kokuba iTyeya ibe nendawo yokuphumla.+ 1 Kronike 9:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Ezi yayiziimvumi,+ iintloko zooyise babaLevi kumagumbi okudlela,+ nezazikhululekile kwizabelo zazo;+ kuba imini nobusuku kwakuyimbopheleleko yazo ukuba semsebenzini.+
31 Aba ngabo uDavide+ wabanika izikhundla zokwalathisa ukuvuma endlwini kaYehova emva kokuba iTyeya ibe nendawo yokuphumla.+
33 Ezi yayiziimvumi,+ iintloko zooyise babaLevi kumagumbi okudlela,+ nezazikhululekile kwizabelo zazo;+ kuba imini nobusuku kwakuyimbopheleleko yazo ukuba semsebenzini.+