-
1 Kronike 24:4INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
4 Kodwa bona oonyana bakaEleyazare bafunyanwa benamadoda aziintloko amaninzi kakhulu kunoonyana bakaItamare. Ngoko ke babelwa koonyana bakaEleyazare, njengeentloko zezindlu zooyise, zilishumi elinesithandathu, bona oonyana bakaItamare, njengeentloko zezindlu zooyise, zisibhozo.
-