2 Kumkani 11:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Iintloko zamakhulu+ zenza ngokuvumelana nako konke oko uYehoyada umbingeleli wayekuyalele. Ngoko zathabatha nganye amadoda ayo awayengena ngesabatha,+ kunye nalawo ayephuma ngesabatha, zeza kuYehoyada umbingeleli. 1 Korinte 14:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Kodwa zonke izinto mazenzeke ngokundilisekileyo nangolungelelwano.+
9 Iintloko zamakhulu+ zenza ngokuvumelana nako konke oko uYehoyada umbingeleli wayekuyalele. Ngoko zathabatha nganye amadoda ayo awayengena ngesabatha,+ kunye nalawo ayephuma ngesabatha, zeza kuYehoyada umbingeleli.