IMizekeliso 16:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Iqashiso liphoswa esondweni lengubo,+ kodwa sonke isigqibo sivela kuYehova.+ IMizekeliso 18:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Iqashiso liphelisa usukuzwano,+ yaye lahlukanisa abanamandla.+ IZenzo 1:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ngoko benza amaqashiso+ ngabo, laza iqashiso lawela kuMatiya; wabalelwa kubapostile abalishumi elinanye.+
26 Ngoko benza amaqashiso+ ngabo, laza iqashiso lawela kuMatiya; wabalelwa kubapostile abalishumi elinanye.+