IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yoshuwa 14:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ilifa labo lenziwa ngeqashiso,+ kanye njengoko uYehova wayeyalele ngoMoses ngezizwe ezisithoba ezinesiqingatha sesizwe.+

  • 1 Samuweli 10:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Wandula ke wasondeza isizwe sakwaBhenjamin ngokweentsapho zaso, kwaza kwakhethwa intsapho yamaMatri.+ Ekugqibeleni kwakhethwa uSawule unyana kaKishe.+ Bamfuna, yena akafumaneka.

  • Nehemiya 11:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ke kaloku iinkosana+ zabantu zazihlala eYerusalem;+ kodwa ke abanye abantu, babesenza amaqashiso+ ukuze bangenise abe mnye kwabalishumi ukuba aye kuhlala eYerusalem isixeko esingcwele,+ nesithoba senye inxalenye kwezinye izixeko.

  • IMizekeliso 16:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Iqashiso liphoswa esondweni lengubo,+ kodwa sonke isigqibo sivela kuYehova.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share