-
1 Kronike 28:1INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
28 UDavide wahlanganisela ndawonye zonke iinkosana+ zakwaSirayeli, iinkosana+ zezizwe neenkosana+ zezahlulo zabo balungiselela ukumkani neentloko zamawaka+ neentloko zamakhulu+ neentloko zazo zonke iimpahla+ nezemfuyo+ yokumkani neyoonyana bakhe,+ kunye namagosa enkundla+ namadoda anamandla,+ kwanawo onke amakroti, amadoda anamandla, ukuba beze eYerusalem.
-