2 Samuweli 23:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngakuye uEleyazare+ unyana kaDodo+ unyana ka-Ahohi wayephakathi kwamadoda amathathu anamandla awayekunye noDavide xa bawangcikivayo amaFilisti. Babehlanganisene apho edabini, aza ke amadoda akwaSirayeli abuya umva.+ 1 Kronike 11:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Yaye emva kwakhe yayinguEleyazare+ unyana kaDodo umAhowa.+ Wayephakathi kwamadoda amathathu anamandla.+
9 Ngakuye uEleyazare+ unyana kaDodo+ unyana ka-Ahohi wayephakathi kwamadoda amathathu anamandla awayekunye noDavide xa bawangcikivayo amaFilisti. Babehlanganisene apho edabini, aza ke amadoda akwaSirayeli abuya umva.+
12 Yaye emva kwakhe yayinguEleyazare+ unyana kaDodo umAhowa.+ Wayephakathi kwamadoda amathathu anamandla.+